Inguqulelo ka pension in isiXhosa

pension

umhlalaphantsi

Ubizo-magama /pen-shuhn/

isibizoPlural pensions

  • 1

    umhlalaphantsi
    inkamnkam
    When the woman is 60, she'll get a pension Ibhinqa xa linamashumi amathandathu, liya kufumana umhlalaphantsi