Inguqulelo ka perimeter in isiXhosa

perimeter

ubude bomjikelezo

Ubizo-magama /puh-rim-i-tuh/

isibizoPlural perimeters

izibalo

  • 1

    ubude bomjikelezo
    umjikelezo
    Measure the perimeter of the playground Yenza umlinganiso wobude bomjikelezo webala
    • the distance around the edge of something
    • umgama ojikeleze umphandle wento