Inguqulelo ka period in isiXhosa

period

ixesha

Ubizo-magama /peer-ri-uhd/

isibizoPlural periods

  • 1

    ixesha
    isithuba
    He worked for a period of two months Wasebenza ixesha elingangeenyanga ezimbini
  • 2

    isifundo
    iphiriyothi ngokungekho sikweni
    We have five English periods every week Sinephiriyothi zesiNgesi ezintlanu qho ngeveki
  • 3

    ukuhlamba
    When was your last period? Ugqibele nini ukuhlamba?
    → See menstruate