Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika phone in isiXhosa

: phone1phone2

phone1

ifowuni

Ubizo-magama /fohn/

isibizoPlural phones

  • 1

    ifowuni
    umnxeba
    imfonomfono
    The phone is ringing Ifowuni iyakhala
    → Synonym of telephone
    Please answer the phone Khawuphendule ifowuni
    What's your phone number? Ithini inambari yakho yefowuni?

Usetyenziso

'Phone' is short for 'telephone'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika phone in isiXhosa

: phone1phone2

phone2

-fowuna

Ubizo-magama /fohn/

isenziphoned, phoning

  • 1

    -fowuna
    -tsala umnxeba
    Lizo will phone Brian ULizo uza kufowunela uBrian
    → Synonym of telephone