Inguqulelo ka photocopy in isiXhosa

photocopy

isikhutshelo esenziwe ngokufota

Ubizo-magama /foh-toh-kop-ee/

isibizoPlural photocopies

  • 1

    isikhutshelo esenziwe ngokufota
    ifotokopi
    Here are photocopies of the letter Nanzi iifotokopi zale leta

isenzi

  • 1

    -fotokopa
    I photocopied the page Ndilifotokopile iphepha