Inguqulelo ka pin in isiXhosa

pin

unotaka

Ubizo-magama /pin/

isibizoPlural pins

  • 1

    unotaka
    Use pins to hold the material together Sebenzisa oonotaka ukudibanisa ilaphu

isenzi

  • 1

    -namathelisa
    I will pin it onto the wall Ndiza kuyinamathelisa eludongeni ngonotaka omkhulu