Inguqulelo ka pinch in isiXhosa

pinch

-tsweba

Ubizo-magama /pintsh/

isenzipinched, pinching

  • 1

    -tsweba
    -mfikila
    -tswikila
    -ncweba ngokungekho sikweni
    Jacob pinched my arm, so I hit him UJacob unditswebe engalweni ndaze ndambetha nam
  • 2

    -tya
    -mfikila
    -minxa
    -qinisa
    My shoes pinch me Ziyanditya izihlangu zam
  • 3ngokungekho sikweni

    -ba
    -ntshontsha
    Who pinched my pencil? Ngubani obe ipensile yam?
    → Synonym of steal