Inguqulelo ka pitch in isiXhosa

pitch

-beka kwinqanaba

Ubizo-magama /pitsh/

isenzipitched, pitching

  • 1

    -beka kwinqanaba
    Pitch your talk at the right level for learners Beka intetho yakho kwinqanaba elibafaneleyo abafundi
  • 2

    -gxumeka
    Pitch the tent near the river Gxumekani intente ngasemlanjeni