Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plain in isiXhosa

: plain1plain2

plain1

-qhelekile(yo)

Ubizo-magama /playn/

isiphawuliplainer, plainest

  • 1

    -qhelekile(yo)
    I prefer plain clothes to clothes with lots of patterns on them Ndithanda iimpahla eziqhelekileyo kunezinemihombiso emininzi
  • 2

    -qhelekile(yo)
    The food was plain but it was good Ukuya ibikukutya okuqhelekileyo kodwa bekumnandi
  • 3

    -qhelekile(yo)
    -lula
    -cacile(yo)
    -vakala(yo)
    Please use plain English so that we understand you Khawuthethe isiNgesi esiqhelekileyo ukuze sikuve

Usetyenziso

Don't confuse 'plain' with 'plane'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika plain in isiXhosa

: plain1plain2

plain2

ithafa

Ubizo-magama /playn/

isibizoPlural plains

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    ithafa
    He looked out across the wide open plain Wajonga kwithafa elikhulu
    • a large area of flat ground
    • umhlaba omkhulu othe thabalala

Usetyenziso

Don't confuse 'plain' with 'plane'.