Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika play in isiXhosa

: play1play2

play1

-dlala

Ubizo-magama /play/

isenziplayed, playing

  • 1

    -dlala
    Children play with their friends Abantwana badlala nabahlobo babo
  • 2

    -dlala
    Ben plays football UBen udlala ibhola ekhatywayo
  • 3

    -dlala
    Let's play this CD Masidlale le CD
  • 4

    (musical instruments)
    -khalisa
    -betha
    -dlala
    Can you play the guitar? Ungasikhalisa isiginkci?
    Play the drum Betha igubu
    I play the flute and the trumpet Ndidlala ifluti nexilongo

Usetyenziso

When you talk about playing a drum, use '-betha' rather than '-khalisa' or '-dlala'. '-betha' is also used for many other instruments.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika play in isiXhosa

: play1play2

play2

umdlalo weqonga

Ubizo-magama /play/

isibizoPlural plays

  • 1

    umdlalo weqonga
    We all act in the school play Sonke sithatha inxaxheba kumdlalo weqonga wesikolo