Inguqulelo ka player in isiXhosa

player

umdlali

Ubizo-magama /play-uh/

isibizoPlural players

  • 1

    umdlali
    He is a soccer player Ungumdlali webhola ekhatywayo
  • 2

    (of musical instruments)
    umdlali
    umkhalisi
    umbethi
    guitar players abadlali besiginkci