Inguqulelo ka plunge in isiXhosa

plunge

-tsibela

Ubizo-magama /plunj/

isenziplunged, plunging

  • 1

    -tsibela
    The girls plunged into the cool water Amantombazana atsibela emanzini apholisayo
  • 2

    -qengqeleka
    A car skidded and plunged off the cliff Imoto yatyibilika yaza yaqengqeleka eliweni
  • 3

    -hla ngokukhawuleza
    The price of houses plunged Ixabiso lezindlu lihle ngokukhawuleza