Inguqulelo ka poison in isiXhosa

poison

ityhefu

Ubizo-magama /poy-zuhn/

isibizoPlural poisons

  • 1

    ityhefu
    This poison kills rats Le tyhefu iyawabulala amabuzi
  • 2

    (produced by snakes, insects, etc.)
    ubuhlungu
    A mamba can produce enough poison to kill a person Inamba inobuhlungu obunokukwazi ukumbulala umntu

Usetyenziso

The word for 'poisonous' ('-yityhefu') implies that something is naturally poisonous.

Inguqulelo ka poison in isiXhosa

poison

-faka ityhefu

Ubizo-magama /poy-zuhn/

isenzi

  • 1

    -faka ityhefu
    -tyhefa
    Did he poison the food? Ngaba wayekufake ityhefu ukutya?

Inguqulelo ka poison in isiXhosa

poison

-faka ityhefu

Ubizo-magama /poy-zuhn/

isenzi

  • 1

    -faka ityhefu
    -tyhefa
    Did he poison the food? Ngaba wayekufake ityhefu ukutya?