Inguqulelo ka positive in isiXhosa

positive

-vumayo

Ubizo-magama /poz-it-iv/

isiphawulimore positive, most positive

  • 1

    -vumayo
    When someone answers "Yes", the answer is positive Xa umntu enika impendulo ethi, "Ewe", loo mpendulo yevumayo
    → Antonym of negative
  • 2

    -qinisekile
    Yes, I'm positive that he paid you Ewe, ndiqinisekile ukuba uye wakuhlawula
    → Synonym of certain sure
  • 3

    -qinisekisa
    Yes, she has TB; her test is positive Ewe, uneSifo sePhepha; iziphumo zohlolo ziya kuqinisekisa oko
    → Antonym of negative
  • 4

    -hle
    -jonga icala elihle
    People with a positive attitude overcome problems Abantu abanesimo esihle bayakwazi ukuziphumeza iingxaki
    → Antonym of negative
  • 5

    izibalo
    -qhubayo
    2 is a positive number, and -2 is a negative number Isi-2 linani eliqhubayo, aze yena isi-2 abe linani elingaqhubiyo
    → Compare negative