Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika post in isiXhosa

: post1post2post3

post1

isibonda

isibizoPlural posts

  • 1

    isibonda
    ipali
    a fence post isibonda socingo
    goal posts iipali zasezintini
  • 2

    umsebenzi
    isikhundla
    She has a post as a teacher Unomsebenzi wobutitshala

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika post in isiXhosa

: post1post2post3

post2

-posa

isenzi

  • 1

    -posa
    -posela
    Please post my letters Khawundiposele iileta zam

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika post in isiXhosa

: post1post2post3

post3

iposi

isibizoPlural posts

  • 1

    iposi
    The post has come; you've got a letter Ifikile iposi; uneleta
    → Synonym of mail