Inguqulelo ka practical in isiXhosa

practical

-enziwa(yo)

Ubizo-magama /prak-ti-kuhl/

isiphawulimore practical, most practical

  • 1

    -enziwa(yo)
    In Science we do practical experiments KwiNzululwazi senza imifuniselo ngokwenziwayo
  • 2

    -nokwenzeka
    -nokulunga
    Your plan isn't practical: it won't work Icebo lakho alinakwenzeka: alizi kusebenza