Inguqulelo ka precious in isiXhosa

precious

-nexabiso

Ubizo-magama /presh-us/

isiphawulimore precious, most precious

  • 1

    -nexabiso
    She has a precious diamond Unedayimani enexabiso
  • 2

    -xabisekile
    Our children are precious to us Abantwana bethu baxabisekile kuthi