Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika present in isiXhosa

: present1present2present3

present1

-nikezela

Ubizo-magama /pri-zent/

isenzipresented, presenting

  • 1

    -nikezela
    The principal will present the prizes Inqununu iza kunikezela amabhaso
    → Synonym of give
  • 2

    -qhuba
    The popular DJ Richard Mwamba presents "The African Connection" on SAfm UDJ Richard Mwamba odumileyo uqhuba i"African Connection" kwi-SAfm
  • 3

    -bonisa
    -chaza
    Present your project to the class Bonisa umsebenzi wakho eklasini

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika present in isiXhosa

: present1present2present3

present2

-kho

Ubizo-magama /prez-uhnt/

isiphawuli

  • 1

    -kho
    -khona
    All the children are present; none are absent Bakhona bonke abantwana; akukho abangekhoyo
  • 2

    ngoku
    His present job is in a bank Umsebenzi akuwo ngoku usebhankini

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika present in isiXhosa

: present1present2present3

present3

isipho

Ubizo-magama /prez-uhnt/

isibizoPlural presents

  • 1

    isipho
    He gave a present to Kim Wanika uKim isipho
    → Synonym of gift