Inguqulelo ka preserve in isiXhosa

preserve

-thintela umonakalo

Ubizo-magama /pri-zerv/

isenzipreserved, preserving

  • 1

    -thintela umonakalo
    -thintela ukubola
    -gcina ilungile
    Fruit is preserved in tins Iziqhamo zithintelwa ukubola ngokunkonkxwa
  • 2

    -londoloza
    We want to preserve beautiful old buildings Sifuna ukuzilondoloza izakhiwo zethu ezidala