Inguqulelo ka presume in isiXhosa

presume

-cinga

Ubizo-magama /pri-zyoom/

isenzipresumed, presuming

  • 1

    -cinga
    -thatha ukuba
    I presume that Dumi is coming, but I'll phone and check Ndicinga ukuba uDumi uyeza kodwa ndiza kufowuna ndiqinisekise