Inguqulelo ka primary in isiXhosa

primary

-phambili

Ubizo-magama /pry-muh-ree/

isiphawuli

  • 1

    -phambili
    -kuqala
    The primary responsibility of a nurse is to help patients get better Uxanduva oluphambili lwenesi kukunceda izigulane ukuba ziphile
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    -okuqala
    Primary industries take raw materials from the earth Amashishini okuqala athatha iimveliso zendalo emhlabeni
    → Compare secondary, tertiary
    • at the first stage (of production)
    • umgangatho wokuqala (kwimveliso)