Inguqulelo ka prism in isiXhosa

prism

iprizim

Ubizo-magama /priz-uhm/

isibizoPlural prisms

  • 1

    itheknoloji
    iprizim
    into emacala athe tyaba onke
    • a solid piece of glass or plastic that separates light into the seven colours of the rainbow
    • iceba eliqinileyo leglasi okanye leplastiki elahlula ukukhanya kube yimibala esixhenxe yomnyama (yereynibhowu)
  • 2

    izibalo
    iprizim
    into emacala onke athe tyaba
    • a solid object with ends that are parallel and of the same size and shape, and sides whose opposite edges are equal and parallel
    • into eqinileyo enamacala anxuseneyo nalinganayo, afanayo nangemilo, namacala ayo ajongeneyo ayalingana kwaye anxusene