Inguqulelo ka private in isiXhosa

private

-bucala

Ubizo-magama /pry-vuht/

isiphawulimore private, most private

  • 1

    -bucala
    -ngasese
    That's a private road; we can't use it Yindlela yabucala; asinakuyisebenzisa
  • 2

    -mfihlelo
    -lihlebo
    My diary is private; please don't read it Idayari yam yimfihlelo; nceda musa ukuyifunda