Inguqulelo ka problem in isiXhosa

problem

ingxaki

Ubizo-magama /prob-luhm/

isibizoPlural problems

  • 1

    ingxaki
    Veli has problems: he's sick and has no money UVeli uneengxaki: uyagula yaye akanamali
    What is the problem? Yintoni ngxaki?
  • 2

    izibalo
    ingxaki
    iqhina
    isintsompothi
    This is a difficult maths problem Le yingxaki enzima yezibalo