Inguqulelo ka procedure in isiXhosa

procedure

inkqubo

Ubizo-magama /pruh-seed-yuh/

isibizoPlural procedures

  • 1

    inkqubo
    indlela yokwenza into
    What is the correct procedure for getting a driver's licence? Yeyiphi inkqubo elungileyo yokufumana ilayisenisi?