Inguqulelo ka profession in isiXhosa

profession

umsebenzi owuqeqeshelwe(yo)

Ubizo-magama /pruh-fesh-uhn/

isibizoPlural professions

  • 1

    umsebenzi owuqeqeshelwe(yo)
    iprofeshini
    His parents have professions; his father's a teacher and his mother's a doctor Abazali bakhe banemisebenzi abayiqeqeshelweyo; utata wakhe ngutitshala, umama wakhe ngugqirha