Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika prompt in isiXhosa

: prompt1prompt2

prompt1

-qhubela

Ubizo-magama /prompt/

isenziprompted, prompting

  • 1

    -qhubela
    -enza
    -bangela
    Busi's phone call prompted me to visit her Ifowuni kaBusi indiqhubele ukuba ndimhambele
  • 2

    -khokela
    If the actor forgets his words, I will prompt him Ukuba umdlali uyawalibala amazwi akhe, ndiza kukumkhokela

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika prompt in isiXhosa

: prompt1prompt2

prompt2

-khawulezile(yo)

Ubizo-magama /prompt/

isiphawuliprompter, promptest

  • 1

    -khawulezile(yo)
    He sent a prompt reply Wathumela impendulo ekhawulezileyo
    → Synonym of quick