Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika prop in isiXhosa

: prop1prop2

prop1

-xhasa

Ubizo-magama /prop/

isenzipropped, propping

  • 1

    -xhasa
    -sekela
    -nqanda
    Prop up the shelf with a brick Xhasa ishelufa ngesitena

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika prop in isiXhosa

: prop1prop2

prop2

isixhasi

Ubizo-magama /prop/

isibizoPlural props

  • 1

    isixhasi
    isisekelo
    Use bricks as a prop to hold the shelf up Sebenzisa izitena njengesixhasi ukubamba ishelufa ime
  • 2

    impahla yeqonga
    We need a table and a lamp as props in our play Sifuna itafile nesibane njengempahla yeqonga kumdlalo wethu weqonga