Inguqulelo ka property in isiXhosa

property

umhlaba

Ubizo-magama /prop-uh-tee/

isibizoPlural properties

  • 1

    umhlaba
    ipropati
    We built a fence around our property Sabiyela ngocingo onke amacala omhlaba wethu
  • 2

    into
    impahla
    Those pencils are my property Ezo pensile zizinto zam
  • 3

    uphawu
    Some plants have healing properties Ezinye izityalo zineempawu zokuphilisa