Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika protest in isiXhosa

: protest1protest2

protest1

uqhankqalazo

Ubizo-magama /proh-test/

isibizoPlural protests

  • 1

    uqhankqalazo
    The parents organised a protest against drug dealers Abazali benza uqhankqalazo bechasa abathengisi-ziyobisi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika protest in isiXhosa

: protest1protest2

protest2

-qhankqalaza

Ubizo-magama /pruh-test/

isenziprotested, protesting

  • 1

    -qhankqalaza
    We protested when the price of bread rose Saqhankqalaza xa ixabiso lesonka linyuka