Inguqulelo ka proud in isiXhosa

proud

-neqhayiya

isiphawuliprouder, proudest

  • 1

    -neqhayiya
    -nebhongo
    -zingca(yo)
    Ella felt proud when she won a prize UElla waziva eneqhayiya ngelixa wayephumelela ibhaso
    I am proud of you Ndineqhayiya ngawe