Inguqulelo ka punctuation in isiXhosa

punctuation

iimpawu zokubhala

Ubizo-magama /punk-tyuu-ay-shuhn/

isibizo

inzululwazi geelwimi

  • 1

    iimpawu zokubhala
    ufakelo lweziphumlisi
    iziphumlisi
    • marks that are put into writing to make it easier to read, for example commas and full stops
    • iimpawu ozifakayo kubhalo ukwenzela ukuba kubelula ukuyifunda loo nto ibhaliweyo, umzekelo, iziphumlisi, izingxi