Inguqulelo ka pyramid in isiXhosa

pyramid

iphiramidi

Ubizo-magama /pi-ruh-mid/

isibizoPlural pyramids

  • 1

    izibalo
    iphiramidi
    • a solid shape with a flat base, and three or four sides in the shape of triangles
    • imilo eqinileyo, enesiseko esimcaba, namacala amathathu okanye amane akwimilo kanxantathu (ithrayengli)
  • 2

    imbali
    iphiramidi
    • a large stone building made long ago in Egypt, to keep the body of a dead king or queen
    • isakhiwo esikhulu esenziwa ngamatye kudala-dala eYiphutha, ukugcina isidumbu sekumkani okanye sekumkanikazi