Inguqulelo ka quality in isiXhosa

quality

umgangatho

Ubizo-magama /kwol-i-tee/

isibizoPlural qualities

  • 1

    umgangatho
    udidi
    ikhwalithi ngokungekho sikweni
    The quality of these shoes is good Umgangatho wezi zihlangu ulungile
  • 2

    uphawu
    Two qualities of water are that it has no taste and no colour Iimpawu ezimbini zamanzi zezokuba awanancasa, yaye awanambala