Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika race in isiXhosa

: race1race2race3

race1

uhlanga

Ubizo-magama /rayss/

isibizoPlural races

  • 1

    uhlanga
    Most people of the Chinese race have black hair Abantu abaninzi bohlanga lwamaTshayina baneenwele ezimnyama

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika race in isiXhosa

: race1race2race3

race2

-khuphisana

isenzi

  • 1

    -khuphisana
    The boys raced to the finish line Amakhwenkwe akhuphisene ngokubaleka ukuya entanjeni

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika race in isiXhosa

: race1race2race3

race3

ugqatso

Ubizo-magama /rayss/

isibizoPlural races

  • 1

    ugqatso
    Thuli is running in a race UThuli ubaleka elugqatsweni
    Who will win the race? Ngubani oza kuphumelela ugqatso?
  • 2

    (of horses)
    umdyarho wamahashe