Inguqulelo ka rail in isiXhosa

rail

intonga

Ubizo-magama /rayl/

isibizoPlural rails

  • 1

    (for things to hang from)
    intonga
    ireyili
    The curtains hang on a rail Iikhethini zijinga entongeni
  • 2

    (a barrier)
    umvalo
    There's a rail on the stairs so you won't fall Kukho umvalo ezitepsini, ngoko akuzi kuwa
  • 3

    (that trains run on)
    isiporo
    Trains run on metal rails Iitreyini zihamba eziporweni zentsimbi