Inguqulelo ka reach in isiXhosa

reach

-fika

Ubizo-magama /reetsh/

isenzireached, reaching

  • 1

    -fika
    -galeleka
    We will reach the town at six o'clock Siza kufika edolophini ngentsimbi yesithandathu entloko
  • 2

    -fikelela
    -phela
    My land reaches the road Umhlaba wam ufikelela endleleni