Inguqulelo ka reasoning in isiXhosa

reasoning

ingqondo

Ubizo-magama /ree-zuh-ning/

isibizo

  • 1

    ingqondo
    ingqiqo
    ukuqiqa
    Use reasoning to work out the answer; don't guess Sebenzisa ingqondo ukuze ufumane impendulo; musa ukuqashela