Inguqulelo ka recover in isiXhosa

recover

-chacha

Ubizo-magama /ri-kuv-uh/

isenzirecovered, recovering

  • 1

    -chacha
    Are you recovering from flu? Uyachacha emkhuhlaneni?
  • 2

    -fumana
    -buyisa
    -buyisela
    The police will try to recover the stolen car Amapolisa aza kuzama ukuyifumana imoto ebiweyo