Inguqulelo ka relate in isiXhosa

relate

-balisa

Ubizo-magama /ri-layt/

isenzirelated, relating

  • 1

    -balisa
    He related a story to us Wasibalisela ibali
  • 2

    -nxulumanisa
    -hlanganisa
    -dibanisa
    The report relates road accidents to alcohol consumption Ingxelo inxulumanisa iingozi zendlela nokusetyenziswa kotywala