Inguqulelo ka relation in isiXhosa

relation

isizalwane

Ubizo-magama /ri-lay-shuhn/

isibizoPlural relations

  • 1

    isizalwane
    izalamane
    Our aunts, uncles, and other relations came to the funeral Ooanti, oomalume nezinye izizalwane zeza emngcwabeni
    → Synonym of relative
  • 2

    unxulumano
    Discuss the relation between education and health Xoxa ngonxulumano phakathi kwemfundo nezempilo
    → Synonym of connection