Inguqulelo ka relax in isiXhosa

relax

-yekelela

Ubizo-magama /ri-lakss/

isenzirelaxed, relaxing

  • 1

    -yekelela
    Relax your shoulders Yekelela amagxa
  • 2

    -phumla
    Let's relax and go to the beach Masiphumle, ze siye elwandle