Inguqulelo ka relevant in isiXhosa

relevant

-phathelele

Ubizo-magama /rel-uh-vuhnt/

isiphawulimore relevant, most relevant

  • 1

    -phathelele
    -fanelekile
    -ngena(yo)
    Only ask questions if they are relevant to this Science lesson Buza imibuzo ephathelele kwesi sifundo seNzululwazi kuphela
    This is a relevant question Ngumbuzo ongenayo