Inguqulelo ka remove in isiXhosa

remove

-susa

Ubizo-magama /ri-moov/

isenziremoved, removing

  • 1

    -susa
    Please remove your books from the table Nceda, susa iincwadi zakho etafileni
  • 2

    -susa
    Can you remove ink from a shirt? Ungakwazi ukususa i-inki ehempeni?