Inguqulelo ka reporter in isiXhosa

reporter

umcholacholi-ndaba

Ubizo-magama /ri-paw-tuh/

isibizoPlural reporters

  • 1

    umcholacholi-ndaba
    intatheli
    unondaba
    ijenalisti ngokungekho sikweni
    Reporters from the newspapers arrived at the court Abacholacholi-ndaba bamaphephandaba bafikile enkundleni yamatyala