Inguqulelo ka reproduce in isiXhosa

reproduce

-velisa

Ubizo-magama /ree-pruh-dyooss/

isenzireproduced, reproducing

  • 1

    ibhayoloji
    -velisa
    -anda
    -andisa
    -zala
    Ducks reproduce by laying eggs Amadada anda ngokuzalela amaqanda
    Many plants reproduce by making seeds Izityalo ezininzi zanda ngokwenza iimbewu
    • to produce babies or new plants
    • ukuzala abantwana okanye izityalo ezitsha
  • 2

    -fanekisela kanye
    -enza ngokufanayo kwakhona
    -kopa ngokungekho sikweni
    I'll reproduce this photograph Ndiza kuyikopa le foto