Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika reserve in isiXhosa

: reserve1reserve2

reserve1

ummandla obekelwe

Ubizo-magama /ri-zerv/

isibizoPlural reserves

  • 1

    (nature reserve)
    ummandla obekelwe
    ummandla ogcinelwe
    irizevu ngokungekho sikweni
    In the nature reserve wild animals and plants are protected Kummandla ogcinelwe indalo izilwanyana zasendle nezityalo zasendle ziyakhuselwa
  • 2

    imidlalo
    ilalela
    irizevu ngokungekho sikweni
    The soccer team has eleven players and two reserves Iqela lebhola ekhatywayo linabadlali abalishumi elinanye kunye nabadlali ababini abangamalalela

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika reserve in isiXhosa

: reserve1reserve2

reserve2

-gcina

Ubizo-magama /ri-zerv/

isenzireserved, reserving

  • 1

    -gcina
    -beka
    -londoloza
    -bhukisha ngokungekho sikweni
    She will reserve seats for the concert Uza kubeka izitulo zekonsathi
  • 2

    -beka
    -bekela
    -gcinela
    Reserve some food for tomorrow Beka ukutya kwangomso