Inguqulelo ka resist in isiXhosa

resist

-xhathisa

Ubizo-magama /ri-zist/

isenziresisted, resisting

  • 1

    -xhathisa
    -tshitshiliza
    -melana
    A policeman tried to hold Thabo, but he resisted Ipolisa lazama ukumbamba uThabo kodwa waxhathisa
  • 2

    -chasa
    -khaba
    My father is resisting my requests for more pocket money Utata wam uyasichasa isicelo sam sokongezelwa imali
  • 3

    -zibamba
    -zinqanda
    I can't resist chocolate! Andikwazi ukuzibamba kwitshokholethi!