Inguqulelo ka resistance in isiXhosa

resistance

ukuchasa

Ubizo-magama /ri-ziss-tuhnss/

isibizo

  • 1

    ukuchasa
    people's resistance to unfair laws ukuchasa kwabantu imithetho engalunganga
  • 2

    ifiziksi
    amandla
    Air resistance slows down the cyclist Amandla omoya ayamlibazisa umkhweli webhayisekile
    • a force that stops movement or that stops another force
    • amandla athintela intshukumo okanye athintela amanye amandla
  • 3

    ifiziksi
    amandla okumelana
    ukungathathi ngokungekho sikweni
    ukunqanda ngokungekho sikweni
    Rubber has high resistance to electricity Irabha inamandla aphezulu okumelana nombane
    • the degree to which a material does not allow electricity to flow through it
    • ubungakanani bokuba into ingawuvumeli umbane ukuba udlule kuyo