Translation of resource in isiXhosa

resource

ubutyebi

Pronunciation /ri-zawss or ri-sawss/

nounPlural resources

  • 1

    ubutyebi
    ubuqili
    isincedisi
    Coal and iron are important natural resources Amalahle nentsimbi bubutyebi bendalo obubalulekileyo
    To repair the building, we need these resources: money, materials, and skilled workers Ukuze sikwazi ukulungisa esi sakhiwo kufuneka sibe nezi zincedisi: imali, izinto zokwakha nabasebenzi abanezakhono